歌词

U nono ngowami
Buleli nchazo yenu
Mama no tata wami abazali bami
Mama, u nono ngowami
Buleli nchazo yenu mama notata wam abazali bam
Hhaa asambe nono siyolala siyolala embhedeni
Ndinombono
Hhaa asambe nono siyolala siyolala embhedeni
Ndinombono
Kuzawuphel'icesha mina nawe sithandana
(Siyolal siyolal'embhedeni)
Ngamany amagama nditi zofa s'lahlane
Sozesihlukane uthando lwethu ntombi lucine njengosamende
(Siyolal siyolal embhedeni)
Kuyalunga ngalendaba yenkomo omalume bami baza nazo
(Siyolal siyolal embhedeni)
Eyhii kuyalunga ngalendaba yelobolo bobekwini bam bebafuni nkomo
(Siyolal siyolale'mbhedeni)
Uhh masambe nono
Iyo hha masambe nono siyolala siyolal'embheden
Iyo hha masambe nono siyolala siyolal'embheden
Iyo hha masambe nono siyolala siyolal'embheden
Iyo hha masambe nono siyolala siyolal'embheden
Ndinobono
Ndinobono
Kuzawupheli cesha mna nawe sithandana
Ngamnye amagama ndithi zofa s'lahlane soze sihlukane
Uthando lwethu ntomi lucine njengosamende
Iyoo ha masambe nono siyolala siyolal'embhedeni
Iyo hha masambe nono siyolala siyolal'embheden
Iyo hha masambe nono siyolala siyolal'embheden
Iyo hha masambe nono siyolala siyolal'embheden
Iyo hha masambe nono siyolala siyolal'embheden
Ndinobono
Ndinobono
Ngamanye amagama ndithi sofa s'lahlene
Uthando lwenthu ntombi lucine njengosamende

Writer(s): Bongani Mahlaole, Ntandokayise Monwabisi Bangani

不想看到广告?马上升级

API Calls

从 Spotify 记录音乐?

将您的 Spotify 帐户连接到您的 Last.fm 帐户,通过任何设备或平台上的任何 Spotify 应用记录您所听的一切内容。

连接到 Spotify

关闭